Listen, Live, and Learn
SLAM die taal lwakho

News & Events

SLAM die taal lwakho

6 Sep 2022 · Enos Lekala

https://bit.ly/SLAMdietaallwakho

Do you have a story to tell? Something funny? Inspirational? Or maybe slice-of-life?

“Slam die taal lwakho” is a multilingualism video competition that offers you the chance to tell your story using any combination of Stellenbosch University’s three official languages: English, Afrikaans and isiXhosa (you have to use at least two). Your story can be about a real-life experience, serious to silly, humour, life-changing moments, or your dreams andaspirations, as long as it captures the University’s multilingual principle.

Your video story will be reviewed based on originality, authenticity, creativity and language use. Grocery vouchers, language learning short courses and coffee coupons are up for grabs.

The competition closes on 18 September 2022 at 17:00. Submit your details and video herehttps://bit.ly/SLAMdietaallwakho

More about the video ...

Maximum length: 2 minutes 20 seconds

Maximum size: 100 MB

Any format, ratio and orientation

Topic ideas: Sport, humour, a near miss, your first day in class, a travel experience, an early childhood memory, ‘If I had all the money in the world …’ or pretty much anything else!

More about the prizes ...

1st prize: R500 grocery voucher

2nd prize: R200 grocery voucher

Top 4: Language short course sponsored by the Language Centre

Top 10: Coffee coupons

A collaboration between the Centre for Student Communities’ Listen, Live and Learn programme and the SU Language Centre.

For more information, contact Enos Lekala at enos@sun.ac.za.

https://bit.ly/SLAMdietaallwakho

Het jy ’n storie om te vertel? Iets snaaks? Inspirerend? Of dalk ’n grepie uit jou lewe?

“Slam die taal lwakho” is ’n meertaligheidsvideowedstryd waarin jy jou storie in enige kombinasie van die Universiteit Stellenbosch se drie amptelike tale – Engels, Afrikaans en Xhosa – kan vertel. Jou storie kan oor ’n werklike gebeurtenis óf oor jou drome en strewes wees, solank dit die Universiteit se meertalige ingesteldheid weerspieël.

Jou videostorie sal op grond van oorspronklikheid, egtheid, kreatiwiteit en taalgebruik beoordeel word. Pryse sluit koskoopbewyse, taalleerkortkursusse en koffiekoepons in.

Die wedstryd sluit 18 September 2022 om 17:00. Dien jou besonderhede en video hier in: https://bit.ly/SLAMdietaallwakho

Meer oor die video ...

Maksimum lengte: 2 minute 20 sekondes

Maksimum grootte: 100 MB

Enige formaat, verhouding en oriëntasie

Storie-idees: Sport, humor, ’n amperse ramp, jou eerste dag in die klas, ’n reiservaring, ’n kleintydherinnering, ‘Sê nou ek’s ’n miljoenêr …’ of enigiets anders!

Meer oor die pryse ...

1ste prys: Koskoopbewys van R500

2de prys: Koskoopbewys van R200

Top 4: Taalkortkursus geborg deur die Taalsentrum

Top 10: Koffiekoepons

Aan jou gebring deur die Sentrum vir Studentegemeenskappe se Luister, Leef en Leer-program en die US Taalsentrum.

Vir verdere inligting, kontak Enos Lekala by enos@sun.ac.za.

https://bit.ly/SLAMdietaallwakho

Ingaba unebali onokulibalisa? Into ehlekisayo? Ekhuthazayo? Okanye mhlawumbi amavangobomi?

I-“Slam die taal lwakho” lukhuphiswano lweevidiyo ezingosetyenziso lweelwimi ezahluka-hlukeneyo nolukunikezela ngethuba lokuba ubalise ibali lakho usebenzisa nayiphi naindibanisela yeelwimi kwiilwimi ezintathu ezisetyenziswa ngokusesikweni kwiYunivesithiyaseStellenbosch: isiNgesi, isi-Afrikansi nesiXhosa. Ibali lakho lingaba malunga namavangobomi okanye amaphupha neminqweno yakho, okubalulekileyo kukuba lichukumiseindlela yeYunivesithi yokucinga engosetyenziso lweelwimi ezahluka-hlukeneyo.


Ibali lakho elishicilelwe ngevidiyo liya kuphengululwa ngokusekelwe ekubeni lelakhongokwenene, ekunyanisekeni kwalo, ebuchuleni bokubaliswa kwalo nakusetyenziso lolwimi. Ningazithaphulela iivawutsha zegrosari, izifundo ezifutshane zeelwimi neekhuphoni zekofu.

Olu khuphiswano luyavalwa ngomhla we-18 kweyoMsintsi ngo-2022 ngentsimbi ye-17:00. Ngenisa iinkcukacha zakho nevidiyo yakho apha: https://bit.ly/SLAMdietaallwakho

Kabanzi malunga nevidiyo ...

Obona bude bukhulu: imizuzu emi-2 nemizuzwana engama-20

Obona bungakanani bukhulu: 100 MB

Nayiphi na ifomathi, umlinganiselo nenkalo yokucinga

Imixholo: Ezemidlalo, uburharha, into eyaphantse yakuphosa, usuku lwakho lokuqalaeklasini, amava ngokhenketho, inkumbulo yasebuntwaneni, ‘Ukuba bendinayo yonke imaliehlabathini …’ okanye nantoni na eyenye!

Kabanzi malunga namabhaso ...

Ibhaso lokuqala: ivawutsha yegrosari exabisa ama-R500

Ibhaso lesibini: ivawutsha yegrosari exabisa ama-R200

Abona baphambili aba-4: Izifundo ezifutshane zeelwimi ezixhaswa ngezimali liZiko leeLwimi

Abona baphambili abali-10: Iikhuphoni zekofu

Intsebenziswano phakathi kwenkqubo yeZiko loLuntu olungaBafundi i-Mamela, Phila Funda (Listen, Live and Learn programme) neZiko leeLwimi lase-SU.

Ukuze ufumane ingcaciso ethe vetshe, qhagamshelana no-Enos Lekala ku-enos@sun.ac.za.


Share this article

Whatsapp Facebook Twitter LinkedIn Email

LLL contact details

Quick links

Copyright © 2025, Stellenbosch University. All rights reserved.

LLL website by Entle